Ukuba ukhangela indlu efikelelekayo eyakhiwe kakuhle ngabanikazi bayo, indlu eyakhwe ngothando lwentsapho. Uyifumene, inamagumbi amathathu amakhulu nto leyo enqabiley kwizindlu ezibufana nalena. Ine ndawo yokuphekela apho uzokwenza izidlo zakho kwindawo eyenziwe kakuhle necocekileyo. inestovu esiphuma nendlu xa uyithenga, kune khabhathi eziliqela ezakhelwe eludongeni. Ine ndawo yokutyela ( dining room) kunye nendayo yokuphola okanye igumbi likamabonwakude. Imoto enye iyangena yanele. ibiyiwe kunye ine gates ezivalekayo. Ikhuselekile and inendlu yangasese engaphandle . Ukuba lendlu yeyakho ndibambe esinqeni kunomyayi ukuze sibonisane ngelipomakazi